Menu
Cart 0
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-5 Incwadi Enkulu yesi-5: Ubuncwane bemarike: Level 5: Big Book 5: Grade 2

Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-5 Incwadi Enkulu yesi-5: Ubuncwane bemarike: Level 5: Big Book 5: Grade 2

  • R 221.00
  • Save R 14


Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula.

Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.