Via Afrika isiXhosa Home Language Grade 2 Teacher's Guide (Printed book.)
UVia Afrika uyaqonda, exabisa yaye exhasa indima yakho njengotitshala. Unowona msebenzi ubaluleke kakhulu kwezemfundo, kwaye siyaqonda ukuba uxanduva lwakho lubandakanya ngaphaya kunokufundisa kuphela. Senze okona sinakho ukukwenza ekukongeleni ixesha kwaye senze ubomi bakho bube lula, kwaye siyazingca kakhulu ngenxa yokuba sinokukunceda ekufundiseni esi sifundo ngempumelelo.
We Also Recommend