Menu
Cart 0
Ukufunda Kulula Grade 5: Intlango: Eyona ndawo yomileyo kwihlabathi (CAPS)(Reader)

Ukufunda Kulula Grade 5: Intlango: Eyona ndawo yomileyo kwihlabathi (CAPS)(Reader)

  • R 117.00
  • Save R 29


Kuxelwa ukuba eyona ndawo yomileyo ehlabathini nase-Afrika jikelele yintlango. Kukhankanywa ukuba amaqondo akhona obushushu aphezulu kakhulu. Kuxelwa ngeentlango ezimbini zaseAfrika eziyiSahara neKalahari njengezona ntlanga ezinobushushu obugqithisileyo apha e-Afrika. ISahara yona iqaqambe nangokuba nomoya omkhulu nobalaseleyo kakhulu. Iinkamela zifumaneka kwiintlango ngenxa yokuba zikwazi ukumelana nemeko yasentlango. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Pearson Publisher


We Also Recommend