Menu
Cart 0
Ukufunda Kulula Grade 5: Imisebenzi kwezemidlalo (CAPS)(Reader)

Ukufunda Kulula Grade 5: Imisebenzi kwezemidlalo (CAPS)(Reader)

  • R 117.00
  • Save R 29


Kuchazwa ngokubaluleka kwezemidlalo gabalala. Kuchazwa nokuba ezemidlalo zikhatshwa ngamakhondo emisebenzi ehamba nezentengiso, iintatheli neminye imisebenzi. Kugxininiswa nokuba ezemidlalo zifundisa ngokubambisana ngomsebenzi nokuziphatha. Imidlalo ikwadala namathuba okudibana nabanye abantu ikwatsala nomdla wabakhenkethi jikelele. Kukhankanywa iindidi zemidlalo ezifana nebhola ekhatywayo, eyombhoxo, iqakamba, intenetya, amanqindi, iimbaleki neminye. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Pearson Publisher


We Also Recommend