
Ufele lwenyamakazi -- IsiXhosa drama
Ngumdlalwana lo obonisa utshintsho kumasiko nezithethe. Umbhali uzama ukubonisa ukuba inkcubeko yomntu ayonto eme ndawonye njengoko uninzi lwabantu lucinga, koko iyatshintsha nokutshintsha kwamaxesha. Kwakhona umbhali uzama ukubonisa ukuba inkcubeko le ikho ngenxa yokuba kukho umntu kunye nemisebenzi ... Chief Mkrazulwa is caught between tradition and modern life. According to tradition his daughter should marry a man from the royal family, but she has chosen a commoner. The Chief sets difficult tasks for both men to resolve the conflict.
|
We Also Recommend