Menu
Cart 0
Mr Hare Meets Mr Mandela (isiXhosa)

Mr Hare Meets Mr Mandela (isiXhosa)

  • R 130.00
  • Save R 40


UMnumzana Mvundla uchola imali yephepha engama-R200 emnyango. Xa eyiguqula le mali ubona ubuso bukaMnumzana Mandela aze agqibe ekubeni abe ligorha, aye kwisixeko esikhulu saseRhawutini ukuya kubuyisela imali kuMnumzana Mandela. Kodwa uMnumzana Mvundla akakwazi ukufunda kwaye ugqitha abantu abaninzi endleleni yakhe abayifunayo le mali kaMnumzana Mandela.

We Also Recommend