Menu
Cart 0
Mealies and Beans (isiXhosa)

Mealies and Beans (isiXhosa)

  • R 120.00
  • Save R 40


Le yincwadi yesithathu ngethole likaNguni OMHLE elithiywe ngokuba nguZithuba. Ngeli ityeli, uZithuba nomzala wakhe uMbotyi bafuna ukulima umbona neembotyi belimela Umboniso wamaFama. Ingaba bethu baza kuliphumelela ibhaso lesityalo esisesona singcono. Igama lokwenene likaZithuba, ‘NguZithuba ziPhakathi kwamaSebe’. Oku kwenziwa kukuba ubonakala ngokunga uhleli phantsi komthunzi womthi, kwaye ilanga lenza imithunzi esikhumbeni sakhe. UMbotyi yena igama lakhe ‘nguMbotyi’ kuba isikhumba sakhe sifana nqwa neseembotyi ezinamachokoza.

We Also Recommend