Menu
Cart 0
KwaXhosa Zibenza Zibutya (IsiXhosa HL) Grade 8 Reader ePDF (1-year licence)

KwaXhosa Zibenza Zibutya (IsiXhosa HL) Grade 8 Reader ePDF (1-year licence)

  • R 98.00
  • Save R 18


Level / Grade:
Grade 8


Author(s):
Baji, T


ISBN:
9780796254085R365


License:
1-year licence


File type:
ePDFUkufunda kuluchumanco! Uqala ufumane ulwazi olungephi, ungazi ukuba kuzakwenzeka ntoni. Njengoko ufunda ufumana iimvakalelo ezahlukeneyo; ufunde ngeenkcukacha ezintsha kwaye ube yinxalenye yezinto ezenzekayo ezithi zibe ngumothuko. Ekupheleni kolu hambo, ufunda lukhulu kwaye ufumone ulonwabo olukhulu!

Yonwabela ukufunda kwincwadi yakho uKwaXhosa Zibenza Zibutya Ibanga 8 Incwadi Yokufunda.

Incwadi yakho yokufunda uKwaXhosa Zibenza Zibutya ikunika ezi zifundo zilandelayo:
  • Iintsomi;
  • Amabali amafutshane;
  • Isihobe;
  • Umdlalo weqonga.
This eBook is in ePDF format, which enables you to:
  • View the entire book offline on desktop or tablet;
  • Search for and highlight text; and
  • Add and edit personal notes directly in your eBook.