Iziphumo zodendo (Printed book.)
Iziphumo zodendo is a drama written in isiXhosa. The title means “The results of retrenchment.”
Lo ngumdlalo ochaza ngobuchule iziqhamo zodendo. Ungosapho oluhluphekileyo nge-nxa yokuba utata walo nobe ekuphela kwe-themba labo lokuphila ephelelwa ngumsebenzi. Ujonga enkalweni kwizithembiso zikaRhulumente kodwa ubuya nelize. Oku kuba neziqhamo ezibi kakhulu.
Ingaba kusa kude kulunge? Zifundele.
We Also Recommend