Menu
Cart 0
ISIXHOSA NGUMDILIYA SIFUNDA SIBHALA IZANDI PHONICS GR 3 BK 3

ISIXHOSA NGUMDILIYA SIFUNDA SIBHALA IZANDI PHONICS GR 3 BK 3

  • R 71.29
  • Save R 7.71


Kwakhona ezi ncwadi zilungiswe zaza zahlelwa ukuze zifumaneke ngolu hlobo: • Incwadi nganye inemisetyenzana yokuqeqesha umfundi ukuba akwazi ukuzifunda nokuzibhala izandi: Oku kufundwa kwezi zandi kuhamba nemifanekiso elungiselelwe ukuba kungene lula oko kufundwayo, njengoko kucaciswe nangakumbi ngemifanekiso ehamba nako.

We Also Recommend