ISIXHOSA NGUMDILIYA SIFUNDA SIBHALA IZANDI PHONICS GR 1 BK 3
Kwakhona ezi ncwadi zilungiswe zaza zahlelwa ukuze zifumaneke ngolu hlobo: • Incwadi nganye inemisetyenzana yokuqeqesha umfundi ukuba akwazi ukuzifunda nokuzibhala izandi: Oku kufundwa kwezi zandi kuhamba nemifanekiso elungiselelwe ukuba kungene lula oko kufundwayo, njengoko kucaciswe nangakumbi ngemifanekiso ehamba nako.
We Also Recommend