
IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 8 Incwadi Yomfundi
Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: • Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. • Ibhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. • Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu. • Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso. • Ibonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi.
We Also Recommend