IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 7 Incwadi Katitshala
Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: · Izifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwisifundo ngasinye. · Ixhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe. · Iziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela. · Iyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye. · Ikwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo.
We Also Recommend