Menu
Cart 0
IsiXhosa Ngumdiliya ibanga 3 Incwadi yabafundi

IsiXhosa Ngumdiliya ibanga 3 Incwadi yabafundi

  • R 133.71
  • Save R 26


lincwadi zoluhlu luka-lsiXhosa Ngumdili􀀃a luluhlu lweencwadi zesiXhosa zamabanga asezantsi. zisuka kwibanga loku-1 uku􀀁a kwelesi-3. Luphinda luvele kwakhona olu luhlu pha􀀁a kumabanga angasentla. ibanga lesi-l uku􀀁a kwelesi-6, 􀀏alo-􀀐alo. Ezi ncwadi zibhalwe zasekwa n9okom9aqo omtsha we-CAPS nokhutshwe kutsha 􀀏e liSebe lezeMfundo kweli lizwe. Kwibanga loku-1 uku􀀁a kwelesi-3. zineencwadana zokufunda ezi-5. incwadi 􀀁abafundi. incwadi 􀀁okusebenzela. nencwadi katitshala ehamba nomgodlo wezixhobo zokufundisa zikatitshala. Ezi ncwadi zibhalwe ngoomakhwekhwetha bootitshala kufundo lolwimi kula mabanga.

We Also Recommend