IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 1 Sifunda Sibhala Izandi Incwadi Katitshala
Slfunda slbhala lzandl lincwadi zoluhlu luka-lsiXhosa Ngumdiliya - Sifunda Sibhala lzandl lbanga loku-1 ukuya kwelesl-3 zilungiselelwe ukuze abafundi bala mabanga bafunde banzi ngezandi, bekwafunda nokuzibhala ngaxeshanye. Ezi ncwadi zibhalwe ukuze zibe ziincwadana ezi-ne kwibanga ngalinye, incwadi 1, incwadi 2, incwadi 3 nencwadi 4. Kwibanga ngalinye ezi ncwadi zilungiselelwe ukuze ziye zisenyuka kumgangatho wokufundwa nokubhalwa kwezandi. Oku kwenzelwe ukuze kube lula kutitshala ukuhlela abafundi beklasi yak he ngokomgangatho wabo wokukwazi ukufunda izandi nokuzibhala, ukuze abanike ezo ncwadi zibalungeleyo ngokwelo xesha. Kwakhona ezi ncwadi zilungiswe zaza zahlelwa ukuze
We Also Recommend