Menu
Cart 0
ISIXHOSA NGUMDILIYA GRADE 2 LEARNER

ISIXHOSA NGUMDILIYA GRADE 2 LEARNER

  • R 127.14
  • Save R 32


Iincwadi zoluhlu luka-IsiXhosa Ngumdiliya luluhlu lweencwadi zesiXhosa zamabanga asezantsi, zisuka kwibanga loku-1 ukuya kwelesi-3� Luphinda luvele kwakhona olu luhlu phaya kumabanga angasentla, ibanga lesi-4 ukuya kwelesi-6, njalo-njalo� Ezi ncwadi zibhalwe zasekwa ngokomgaqo omtsha we-CAPS nokhutshwe kutsha nje liSebe lezeMfundo kweli lizwe� Kwibanga loku-1 ukuya kwelesi-3, zineencwadana zokufunda ezi-5, Incwadi Yabafundi, Incwadi Yokusebenzela, nencwadi kaTitshala ehamba nomgodlo wezixhobo zokufundisa zikatitshala� Ezi ncwadi zibhalwe ngoomakhwekhwetha bootitshala kufundo lolwimi kula mabanga�

We Also Recommend