Menu
Cart 0
Gogo's List (isiXhosa)

Gogo's List (isiXhosa)

  • R 120.00
  • Save R 60


UFatima uzimisele ukuncedisa ngale mini. Uza kuncedisa uGogo ngoluhlu lwakhe lwezinto aza kuzenza kwaye wonke umntu uza kuyiqonda into yokuba uyintombazana endala ngoku! Kodwa izinto azihambi ngendlela alindele ukuba zihambe ngayo… Wenze ntoni, Fatima? Ibali eliyolisayo losapho elimalunga nokukhula

We Also Recommend