Menu
Cart 0
An Extraordinary Egg (isiXhosa)

An Extraordinary Egg (isiXhosa)

  • R 110.00
  • Save R 20


Yimini eqhelekileyo kumasele amathathu kwiSiqithi seeNgqalutye nethe yatshintsha ngelixa elinye lawo lifumana iqanda elihle elimhlophe. Ayengazange alibona iqanda elifana neli ngaphambili, kodwa elinye elingumazi-wazo laliqinisekile ukuba liqanda lenkukhu eli. Ngoko ke, lithe lakuqandusela iqanda kwaphuma isilo eside, esiluhlaza ngebala nesinamaxolo kwisikhumba saso, aze onke amasele asibiza ngokuba … yinkukhu! Kwibali elivela kumbhali nomzombi owawongwa ngeembasa ngomsebenzi wakhe uLeo Lionni, abantwana bakuyoliswa ngumhlola wokubhidiswa kobuni benkukhu.

We Also Recommend