Amavo Amafutshane (isiXhosa essays) (Xhosa)
Kwezi zincoko zibhalwe kakuhle kangaka ngemibandela eliqela, umbali ubonakalisa ubulumko, ukuhlobisa, impembelelo enzulu yokuziphatha, nononophelo olungaqhelekanga lobuhle bendalo. Izincoko zingafundwa ngodlamko ekhaya kwanakwizikolo zodidi lwe J. C. nezikolo eziqeqeshela ubutitshala. A collection of varied short stories and essays told with wisdom and humour.
We Also Recommend