Menu
Cart 0
Amaciko

Amaciko

  • R 138.95
  • Save R 49


Yingqokelela yemidlalo endimanye yerediyo, emixholo igxile kumahlandinyuka obomi bemihla ngemihla, ukuzinikezela ekwenzeni okuhle ungalindele mbuyekezo bubuntu obo; uxolo lowasemhlabeni luphelela emhlabeni; intliziyo ngungxowa ayizali; xa ithamsanqa linkqonkqoza emnyango livulele ulamkele, ungalili selidlule; kwizinto zonke kulungile ukuba umntu abulele … ‘The Eloquent’ – a collection of radio one-act plays on themes of social problems in people’s daily lives.

We Also Recommend