NDIXOLELENI
Eli bali livakala ilibali eliyingqikelelo, kodwa uya kuphawula ukuba ikho imeko oyaziyo onokuyinxulumanisa nalo. Lizamile ukuphuhlisa bonke ubugocigoci bentlalo yasemaphandleni, kwaye konke oku kwenziwe ngolwimi olusulungekileyo nolubonisa ubuchuleEli bali livakala ilibali eliyingqikelelo, kodwa uya kuphawula ukuba ikho imeko oyaziyo onokuyinxulumanisa nalo. Lizamile ukuphuhlisa bonke ubugocigoci bentlalo yasemaphandleni, kwaye konke oku kwenziwe ngolwimi olusulungekileyo nolubonisa ubuchule
We Also Recommend