Menu
Cart 0
ISIXHOSA NGUMDILIYA SIFUNDA SIBHALA IZANDI PHONICS GR 1 BK 4

ISIXHOSA NGUMDILIYA SIFUNDA SIBHALA IZANDI PHONICS GR 1 BK 4

  • R 71.29
  • Save R 17


Kwakhona ezi ncwadi zilungiswe zaza zahlelwa ukuze zifumaneke ngolu hlobo: • Incwadi nganye inemisetyenzana yokuqeqesha umfundi ukuba akwazi ukuzifunda nokuzibhala izandi: Oku kufundwa kwezi zandi kuhamba nemifanekiso elungiselelwe ukuba kungene lula oko kufundwayo, njengoko kucaciswe nangakumbi ngemifanekiso ehamba nako.

 


We Also Recommend