Menu
Cart 0
IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 2 Sifunda Sibhala Izandi Incwadi 4 Kwezi-4

IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 2 Sifunda Sibhala Izandi Incwadi 4 Kwezi-4

  • R 71.29
  • Save R 7.71


Sifunda sibhala izandi lincwadi zoluhlu luka-lsiXhosa Ngumdiliya - Sifunda Sibhala lzandi lbanga loku-1 ukuya kwelesi-3 zilungiselelwe ukuze abafundi bala mabanga bafunde banzi ngezandi, bekwafunda nokuzibhala ngaxeshanye. Ezi ncwadi zibhalwe ukuze zibe ziincwadana ezi-ne kwibanga ngalinye, incwadi 1, incwadi 2, incwadi 3 nencwadi 4. Kwibanga ngalinye ezi ncwadi zilungiselelwe ukuze ziye zisenyuka kumgangatho wokufundwa nokubhalwa kwezandi. Oku kwenzelwe ukuze kube lula kutitshala ukuhlela abafundi beklasi yakhe ngokomgangatho wabo wokukwazi ukufunda izandi nokuzibhala, ukuze abanike ezo ncwadi zibalungeleyo ngokwelo xesha. Kwakhona ezi ncwadi zilungiswe zaza zahlelwa ukuze

We Also Recommend