Menu
Cart 0
IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 9 Incwadi Katitshala

IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 9 Incwadi Katitshala

  • R 217.14
  • Save R 12


Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: • Izifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwis ifundo ngasinye. • Ixhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwi injongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe. • Iziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela. • Iyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye. • Ikwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo.

We Also Recommend