Menu
Cart 0
Ukufunda Kulula Grade 6: Imisebenzi kwezenzululwazi nolwazi ngobugcisa jikelele CAPS _ (Reader)

Ukufunda Kulula Grade 6: Imisebenzi kwezenzululwazi nolwazi ngobugcisa jikelele CAPS _ (Reader)

  • R 128.00
  • Save R 61


Le ncwadi isifundisa kakhulu ngeenjineli, ngeengcali zebhayoloji, noosochwepheshe. Sibaliselwa ngoGalileo nongumntu wokuqala ukwenza ithemometha yokukhangela ubushushu emntwini, siphinde sixelelwe ikwanguye owakha ikhamera yokuqala ebonisa kude. Le ncwadi isixelela ngeengcaphephe ezifana neengcali zenzululwazi yomhlaba, iinjineli, abafunda ngendima yefiziksi kubume nentshukumo yehlabathi, oosomachiza, ingcaphephe yebhayoloji, iingcali zenzululwazi, iingcali zeenzululwazi lwekhompyutha.

Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.

Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

We Also Recommend