Ukufunda Kulula Grade 5: Ikati yaseRowerbay (CAPS)(Reader)
Libali elingo-Inam owashiywa ngabazali bakhe abaya eFransi kumalume wakhe uSipho nomalumekazi wakhe uMandisa. Waya kutyelela apho kwamalume nomhlobo wakhe wenene uDuma kuba wayengafuni ukuya yedwa. Indawo leyo yiRowerbay kwaye u-Inam waye engayithathele ngqalelo kangako. Ude akhatshwe nguyise, ubona ikati kule ndawo oyika kakhulu. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
We Also Recommend