Menu
Cart 0
Ukufunda Kulula Grade 4: Izifundo ezithathu zobom (CAPS)(Reader)

Ukufunda Kulula Grade 4: Izifundo ezithathu zobom (CAPS)(Reader)

  • R 108.00
  • Save R 26


Ngamabali ngamabali amathathu ohlukeneyo. Elokuqala lingeentaka ezintathu uThami, uTomi noPamela. UThami unobubele ufumana umyeni onguTomi. Bafudukela kwi-Weaver Bird Hotele yeentaka zodwa. Elesibini ibali lingehashe uSiya, ohlala endle namanye amahashe. Unina waye emthanda kakhulu. Bathi besatya ingca, gqi ihlosi lahlasela umama kaSiya lambulala. Elesithathu ibali lingoSita umhlangala. Uhlala kwindulana yeentuku neentsapho ezininzi zemihlangala. Unomhlobo wakhe onguHena oyintaka. Uvuka kuthe nkcwe imke yonke imihlangala, ibuye emalanga idiniwe kodwa umama notata wakhe bengekho. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Pearson Publisher


We Also Recommend