
Lyle, The Crocodile (isiZulu)
Ngelixa uLizo ingwenya yayiqaqanjelwa kakhulu lizinyo, abahlobo bayo baye bayisa kuGqirha Mhlathi, kodwa lo gqirha wamazinyo akazange akwazi ukumnceda. NoGqirha Luma naye akazange akwazi ukumnceda. Ngokunjalo noGqirha Bamba. Ingaba wancedakala kanjani uLizo kwizinyo lakhe eliqaqambayo?
We Also Recommend