Menu
Cart 0
Funda ukufunda(isiXhosa1) 1: UTippie kunye nekati

Funda ukufunda(isiXhosa1) 1: UTippie kunye nekati

  • R 45.00


Funda ukufunda kulula kakhulu kunye noTippie indlovu.
Ibali ngalinye lingumahluko, linika umdla kwaye umbhalo usoloko uncediswa
yimiboniso enemibala eqaqambileyo encedisa ukuqonda. Amava kaTippie ale
mihla ehambo zalonwabo kwincwadi nganye kube kugxile ekukhuliseni ingqiqo
yomntwana. Ezi ncwadi zokufunda zenziwe ngokulandelelana zigxile ukukhulisa
isandi, zidibanisa izandi nonobumba zikwakha impumelelo nokuzithemba
ekufundeni iincwadi zokuqala ezilishumi ziluthotho ziqwalasela
izikhamiso ezifutshane, amaqabane alula, ukudibanisa amagama kunye
namagama ajongisiswayo.

We Also Recommend