
Buzani Kubawo 2e Full Xh (Xhosa)
Le ncwadi uBuzani Kuwabo ngumdlalo obonisa amandla othando. Ngumdlalo osekelwe phezu kongquzulwana esele kukudala lukho phakathi kwezithethe namasiko emveli kunye nempucuko yale mihla, naphakathi kwabazali abathanda ukutyhala ngesifuba nabantwana bale mihla abangayamkeliyo into yokunyanzelwa. Umoya wenkxalabo, uburharha kwanobunzulu bokubinzwa komxhelo, zonke ezi zixhobo zonandiphiso ziyenze le ncwadi yayeyona ncwadi ithandwa kakhulu kuncwadi lwesiXhosa.
We Also Recommend