Menu
Cart 0
Nyambura waits for the bus (isiXhosa)

Nyambura waits for the bus (isiXhosa)

  • R 120.00
  • Save R 40


UNyambura uyokutyelela uMakhulu wakhe! Ufika emarikeni ephithizelayo afumanise ukuba ungowokugqibela emgceni wabantu abalinde ibhasi engekafiki. Ngelixa elinde ibhasi, uNyambura ukhumbula izinto ezonwabisayo abazenzileyo yena nomakhulu wakhe. Kanye ngexesha akude lee ngeengcinga, umgca wabantu abalindele ibhasi uya usiba mfutshane ngokubamfutshane ngenxa yesehlo esenzekela bonke abantu abalindele ibhasi. Ingaba uNyambura onobubele uza kukwazi ukubangenisa ebhasini nganye nganye kwangexesha?

We Also Recommend