Menu
Cart 0
Intlungu kamaMkhwemte (IsiXhosa Home Language Grade 8: Novel) ePDF (1-year licence)

Intlungu kamaMkhwemte (IsiXhosa Home Language Grade 8: Novel) ePDF (1-year licence)

  • R 60.00
  • Save R 65


UMaMkhwemte ngunontlalo-ntle ohlonitshiweyo ekuhlaleni ngenxa yemisebenzi yakhe. Unxulumano analo nabantu belali yakhe luyancomeka. Kodwa ke, njengaye nawuphina umzali, ugagana namahla-ndinyuka okukhulisa abantwana.

UMaMkhwemte uzikhulisela oonyana abathathu kwakunye nentombi yomninawa yomyeni wakhe. Aba bantwana bakhe bangquzulana nezinto ezingumceli-mngeni ebomini babo. Ingaba uMaMkhwemte uyamelana nezi ngxaki?

Umfundi uza kushiyeka ethabathekile kwaye eshiyeka nomfanekisongqondweni yentlalo ephilwa ngabantu abakweli bali.

This eBook is in ePDF format, which enables you to:

  • View the entire book offline on desktop or tablet;
  • Search for and highlight text; and
  • Add and edit personal notes directly in your eBook.