Menu
Cart 0
Indlalifa -- IsiXhosa novel

Indlalifa -- IsiXhosa novel

  • R 140.95
  • Save R 42


"Ingxaki ivumbuluka kwakucaca ukuba akangelifumani ilifa uCikizwa, inkosikazi yesibini kaMantintane. Yena uMantintane umi kwelokuba uVusumzi, unyana wakhe kwinkosikazi yakhe yokuqala eyaswelekayo, nguye indlalifa. Njani kaloku, njengokuba waphisa ngaye eseyimveku kumkhuluwa wakhe uSithombo asakusweleka unina uNokhwezi? Ingxubakaxaka: uVusumzi ukhula esazi uSithombo noNozibele njengabazali bakhe, intsha le ivelayo yokuba kanti konke oku uyise nguMantintane. Akayamkeli loo nto. UCikizwa ufunga amise iintupha ukuba akukho Vusumzi uza kuba yindlalifa. Liba likhulu idabi phakathi kwakhe nendoda yakhe. Kwelinye icala uSithombo usengxakini, kufuneka achaze ukuba uVusumzi lo wavela njani na kuba Mantintane akanaso isizalo ngokwengxelo yoogqirha ephandwe nguCikizwa. Ngunyana kabani uVusumzi?

We Also Recommend