{"product_id":"sisengxakini-kulo-mzantsi-afrika-xhosa-paperback","title":"Sisengxakini Kulo Mzantsi Afrika (Xhosa, Paperback)","description":"\u003cdiv id=\"productContent\" data-mce-fragment=\"1\"\u003e\n\u003ctable data-mce-fragment=\"1\"\u003e\n\u003ctbody data-mce-fragment=\"1\"\u003e\n\u003ctr data-mce-fragment=\"1\"\u003e\n\u003ctd colspan=\"3\" data-mce-fragment=\"1\"\u003e\n\u003cdiv id=\"tabs\" data-mce-fragment=\"1\"\u003e\n\u003cdiv class=\"tab-body\" id=\"tab-1\" data-mce-fragment=\"1\"\u003eNjengayizolo nayizol' elinye uLubabalo kaNgewu usathe gqolo ukondla umzi kaPhalo. Kula mabalana athi, “Sisengxakini kulo Mzantsi Afrika” oka Ngewu uvelisa iingxaki, ukuntsintsitheka kwenkqubela, iimbono kunye neenyaniso ezithe zatyhileka emva kokukhululeka kwabantsundu kweloMzantsi Afrika. Uya kuvuna lukhulu ngokuntsokotha kwesimo sentlalo abaphila kuso abantu beli. OkaNgewu uphatha kuthi “Into enyekenyeke njengale ilungiswa kanjani na?” Aphathe kuthi, “Isisombululo sale meko sikubantu balapha.” Zivele ngokwakho olu ncuthu lwamabalana azotywe ngumbhali ogqwesileyo ngoburharha.\u003c\/div\u003e\n\u003c\/div\u003e\n\u003c\/td\u003e\n\u003c\/tr\u003e\n\u003c\/tbody\u003e\n\u003c\/table\u003e\n\u003c\/div\u003e","brand":"Pearson Publisher","offers":[{"title":"Default Title","offer_id":39383472963682,"sku":"9781868538225","price":192.0,"currency_code":"ZAR","in_stock":true}],"thumbnail_url":"\/\/cdn.shopify.com\/s\/files\/1\/1279\/5591\/products\/sis_3a182e98-4318-483c-a93f-2abf00173062.jpg?v=1627719621","url":"https:\/\/elexacademicbookstore.co.za\/products\/sisengxakini-kulo-mzantsi-afrika-xhosa-paperback","provider":"Elex Academic Bookstore","version":"1.0","type":"link"}