{"product_id":"jonga-ukwakheka","title":"Jonga ukwakheka","description":"\u003cp data-mce-fragment=\"1\"\u003eLe ncwadi yamabali yezo zabaShicileli be-Ilima kuchungechunge lukaGreyidi R lweeNcwadi zamabali, lweeNcwadi eziNkulu, lwengqokelela yamaBali kunye neNcwadi kaTitshala, zonke zamkelwe liSebe lezeMfundo ukuze zifundwe zizo zonke izikolo. IiNcwadi zeembali kolu chungechunge ziqulunqelwe ezi mfuno zilandelayo zeNgxelo yeKharityhulam yeSizwe kunye neKharityhulam ehlangene neeNgxelo zoMgaqonkqubo wokuHlola.\u003c\/p\u003e\n\u003cp data-mce-fragment=\"1\"\u003eZonke iiNcwadi zamaBali olu chungechunge:\u003cbr data-mce-fragment=\"1\"\u003e- Ziqulathe zonke iintlobo zamabali abanomdla kuwo abantwana\u003cbr data-mce-fragment=\"1\"\u003e- Zinamabali abufaneleyo ubomi babantwana namava abawafumanayo kwiziganeko zemihla ngemihla\u003cbr data-mce-fragment=\"1\"\u003e- Amabali akwezi ncwadi abantwana bangafunda lukhulu kuwo ngemiba eyahlukileyo, izifundo zimalunga nezinto zobomi\u003cbr data-mce-fragment=\"1\"\u003e- Abafundi bafumana ithuba lokuzifundisa bekwazonwabisa ngezo mbali\u003cbr data-mce-fragment=\"1\"\u003e- La mabali abenza baphaphame, bafumana ulwazi ngezandi, ngoonobumba, ngamagama nangezivakalisi\u003cbr data-mce-fragment=\"1\"\u003e- Emabalini bafundiswa ngokwakheka kolwimi ngokubanzi\u003c\/p\u003e\n\u003cp data-mce-fragment=\"1\"\u003eNgokufunda le Ncwadi yamabali, nezinye iincwadi ezikulo uchungechunge lwamabali kaGreyidi R lwabaShicileli be-Ilima, abafundi bakuzuza isiseko esiluqilima ekufundeni, bakukhula bekuthanda oko kufunda.\u003c\/p\u003e","brand":"ILIMA PUBLISHERS","offers":[{"title":"Default Title","offer_id":31966683431010,"sku":"9781776041046","price":24.17,"currency_code":"ZAR","in_stock":true}],"thumbnail_url":"\/\/cdn.shopify.com\/s\/files\/1\/1279\/5591\/products\/9781776041046-1-pdpxl.jpg?v=1601650512","url":"https:\/\/elexacademicbookstore.co.za\/products\/jonga-ukwakheka","provider":"Elex Academic Bookstore","version":"1.0","type":"link"}