Menu
Cart 0
Izwi Labantu (isiXhosa folklore) (Xhosa) - Elex Academic Bookstore

Izwi Labantu (isiXhosa folklore) (Xhosa)

  • R 308.95
  • Save R 56


Izwi labantu yingqokelela yezinto-yinto elanda imbali nenkqubela yoncwadi lwesiXhosa ukususela kumalinge okuqala ukuza kuthi ga kwezi mini. Abaqokeleli bahlanganise ingqokelela ebonakalisa ubunzulu nobubanzi bentshukumo ethe yenzeka esiXhoseni. Amanqakwana anika ingcaciso akhapha isicatshulwa ngasinye enzelwe ukuze umfundi asibone ngokomngxilo wexesha laso isicatshulwa ngasinye. A superbly researched, comprehensive history of journalism, poetry, prose, and drama of the 19th and 20th centuries.

We Also Recommend