{"product_id":"isahluko-sokugqibela-isixhosa","title":"ISAHLUKO SOKUGQIBELA - ISIXHOSA","description":"\u003cp\u003e\u003cb\u003eAbout this book:\u003c\/b\u003e\u003c\/p\u003e\n\u003cdiv id=\"book-description\"\u003e\n\u003cdiv\u003e\n\u003cstrong\u003eSanlam Prize for Youth Literature: silver (2000)\u003c\/strong\u003e\u003cbr\u003e\u003cbr\u003eNgenxa yokunyolukela ubutyebi nanko uThemba, unyana kaSaphetha, elukuhlwa nguBongani ukuba mabalahle isikolo batshe nezwe. Nabo beshiya amakhaya abo kuQumbu besinga eMthatha. Kule dolophu izinto azibahambelanga kakuhle konke ngenxa yokungabinaso isitshixo sobomi, imfundo. Emva kwamahlandinyuka eMthatha bandulukile baya kuwa kuKomani. Nalapha izinto zibe mbi ngakumbi. Ngeli xesha ilizwe liyatshintsha kwezopolitiko. Kwangeli thuba uBongani uyibamba itshisa aye kuwa kumzi weBhulu limalusise iigusha zalo. Emva ekhaya banxunguphele kukuyeka isikolo kukaThemba. Udadewabo uNomfundo yena uqhuba kakuhle kakhulu esikolweni. USaphetha uva umkhondo kaThemba. Esakufika kuThemba akaphathekanga kakuhle konke.Ngeli xesha uThemba uvana netitshalakazi enguMelinda. Akubanga kudala le mvano yamuncu. Thembandini uphelelwe emsebenzini, kwakubi kuye. Le nguqu nakuBongani sele yenzekile.\u003c\/div\u003e\n\u003cdiv\u003e\u003c\/div\u003e\n\u003cdiv\u003e\n\u003cdiv class=\"row clearfix\"\u003e\n\u003cdiv class=\"col-md-3 col-sm-3 noPadding\"\u003e\n\u003cp\u003e\u003cstrong\u003eISBN: 9780624039266\u003c\/strong\u003e\u003c\/p\u003e\n\u003c\/div\u003e\n\u003c\/div\u003e\n\u003cdiv class=\"row clearfix\"\u003e\n\u003cdiv class=\"col-md-3 col-sm-3 noPadding\"\u003e\n\u003cp\u003e\u003cstrong\u003ePublisher: Tafelberg\u003c\/strong\u003e\u003c\/p\u003e\n\u003c\/div\u003e\n\u003c\/div\u003e\n\u003cdiv class=\"row clearfix\"\u003e\n\u003cdiv class=\"col-md-3 col-sm-3 noPadding\"\u003e\n\u003cp\u003e\u003cstrong\u003eDate Released: July 2004\u003c\/strong\u003e\u003c\/p\u003e\n\u003c\/div\u003e\n\u003c\/div\u003e\n\u003c\/div\u003e\n\u003c\/div\u003e","brand":"NB Publishers","offers":[{"title":"Default Title","offer_id":40212954480738,"sku":"9780624039266","price":167.0,"currency_code":"ZAR","in_stock":true}],"thumbnail_url":"\/\/cdn.shopify.com\/s\/files\/1\/1279\/5591\/products\/600px-No_image_available.svg_0bee910a-d9e9-4718-a20d-b80c96603a73.png?v=1672739754","url":"https:\/\/elexacademicbookstore.co.za\/products\/isahluko-sokugqibela-isixhosa","provider":"Elex Academic Bookstore","version":"1.0","type":"link"}