{"product_id":"inzolenkundleni-isixhosa-home-language-grade-8-novel-epdf-1-year-licence","title":"Inzol'Enkundleni (IsiXhosa Home Language Grade 8: Novel) ePDF (1-year licence)","description":"\u003cp\u003e\u003cspan\u003eKweli bali kubonakaliswa ukubaluleka komthetho wase Mzantsi Afrika. Kudala uMzantsi Afrika wawohlulwe wangamazwana amancinane ingakumbi apho kwakufudula kuhlala abantu abamnyama bodwa. Ngokomthetho onke la mazwana ayesiwela phantsi komthetho waseMzantsi Afrika. Ilizwana elalibizwa iTranskei nalo lalisiwa phantsi kwalo mthetho. ETranskei ke kulapho eli bali laliqhubeka khona. Kuloo ntlaninge yezizwana zelo zwana laseMzantsi Afrika ikwanjalo ukuba mininzi imithethwana namasiko athi alandelwe sisizwana ngasinye. Kodwa liyanquma inqatha kwakugqithelwa kwiinkundla eziphakamileyo; kuba apho umthetho mnye kwaye awukhethi bala lamntu.\u003c\/span\u003e\u003cbr\u003e\u003cbr\u003e\u003cspan\u003eThis eBook is in ePDF format, which enables you to:\u003c\/span\u003e\u003cbr\u003e\u003c\/p\u003e\n\u003cul\u003e\n\u003cli\u003eView the entire book offline on desktop or tablet;\u003cbr\u003e\n\u003c\/li\u003e\n\u003cli\u003eSearch for and highlight text; and\u003cbr\u003e\n\u003c\/li\u003e\n\u003cli\u003eAdd and edit personal notes directly in your eBook.\u003c\/li\u003e\n\u003c\/ul\u003e","brand":"mml","offers":[{"title":"Default Title","offer_id":42045021225058,"sku":"9780796254184","price":60.0,"currency_code":"ZAR","in_stock":false}],"thumbnail_url":"\/\/cdn.shopify.com\/s\/files\/1\/1279\/5591\/files\/9780796254184.png?v=1751964685","url":"https:\/\/elexacademicbookstore.co.za\/products\/inzolenkundleni-isixhosa-home-language-grade-8-novel-epdf-1-year-licence","provider":"Elex Academic Bookstore","version":"1.0","type":"link"}